IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 14:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Wathi uMoses ebantwini: “Musani ukoyika.+ Yimani ngokuqinileyo, nilubone usindiso lukaYehova, aya kunenzela lona namhlanje.+ Kuba amaYiputa lawo niwabonayo namhlanje, anisayi kuze niphinde niwabone kwakhona.+

  • Eksodus 15:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 UYa+ ungamandla am nokomelela kwam, ekubeni elusindiso kum.+

      Lo nguThixo wam, yaye ndiya kumbonga;+ nguThixo kabawo,+ kwaye ndiya kumphakamisela phezulu.+

  • 1 Samuweli 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Waza uHana wahlabela mgama ethandaza+ wathi:

      “Intliziyo yam iyagcoba ngoYehova,+

      Eneneni uphondo lwam luphakanyisiwe ngoYehova.+

      Umlomo wam uvuleke kakhulu nxamnye neentshaba zam,

      Kuba ndinemihlali ngosindiso lwakho.+

  • 1 Samuweli 11:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Noko ke, uSawule wathi: “Akukho mntu ufanele abulawe ngale mini,+ ngenxa yokuba namhlanje uYehova wenze usindiso kwaSirayeli.”+

  • 1 Kronike 16:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Mvumeleni uYehova, nonke nina basemhlabeni!+

      Yazisani ngosindiso alunikelayo imihla ngemihla!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share