1 Kumkani 7:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wamisa iintsika+ zeveranda+ yetempile. Ngoko wamisa intsika yasekunene waza wayibiza ngokuba nguYakin igama layo, wandula ke wamisa intsika yasekhohlo waza wayibiza ngokuba nguBhohazi igama layo.
21 Wamisa iintsika+ zeveranda+ yetempile. Ngoko wamisa intsika yasekunene waza wayibiza ngokuba nguYakin igama layo, wandula ke wamisa intsika yasekhohlo waza wayibiza ngokuba nguBhohazi igama layo.