Eksodus 40:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wandula wabeka isiphatho sezibane+ ententeni yokuhlangana phambi kwetafile, ngakwicala elingasezantsi lomnquba.
24 Wandula wabeka isiphatho sezibane+ ententeni yokuhlangana phambi kwetafile, ngakwicala elingasezantsi lomnquba.