IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 13:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Wosikhangela umbingeleli isibetho eluswini lwenyama yakhe.+ Ukuba luthe unwele esibethweni lwajika lwaba mhlophe saza sabonakala isibetho sendele eluswini lwenyama yakhe, sisibetho seqhenqa eso. Wosikhangela umbingeleli, aze avakalise ukuba akahlambulukanga.

  • Duteronomi 24:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Uze uzilinde esibethweni seqhenqa,+ ukunyamekele kakuhle ukwenza ngokwako konke abaya kukuyalela ngako ababingeleli, abaLevi.+ Nize nikunyamekele+ ukwenza kanye njengoko ndibayalele.

  • IMizekeliso 11:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kufikile na ukukhukhumala? Ngoko ihlazo liyeza;+ kodwa bunabathozamileyo ubulumko.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share