2 Kumkani 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ekugqibeleni uYehova wambetha ukumkani,+ yaye waqhubeka eneqhenqa+ de kwayimini yokufa kwakhe, waqhubeka ehlala endlwini yakhe ekhululekile kwizabelo,+ ngoxa uYotham+ unyana kakumkani wayongamele indlu, egweba+ abantu belo lizwe.
5 Ekugqibeleni uYehova wambetha ukumkani,+ yaye waqhubeka eneqhenqa+ de kwayimini yokufa kwakhe, waqhubeka ehlala endlwini yakhe ekhululekile kwizabelo,+ ngoxa uYotham+ unyana kakumkani wayongamele indlu, egweba+ abantu belo lizwe.