Eksodus 32:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wababona uMoses abantu ukuba abalawuleki, kuba uAron wayebayekile abalawuleka+ baza bahlazeka kubachasi babo.+
25 Wababona uMoses abantu ukuba abalawuleki, kuba uAron wayebayekile abalawuleka+ baza bahlazeka kubachasi babo.+