Yohane 5:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa wawaphendula esithi: “UBawo uyasebenza kude kube ngoku, nam ke ndiyasebenza.”+ 1 Korinte 15:58 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 Ngenxa yoko, bazalwana bam abaziintanda, qinani,+ ningabi nakushukuma, nisoloko ninokuninzi kokwenza emsebenzini weNkosi,+ nisazi ukuba ukusebenza kwenu akulolize+ eNkosini.
58 Ngenxa yoko, bazalwana bam abaziintanda, qinani,+ ningabi nakushukuma, nisoloko ninokuninzi kokwenza emsebenzini weNkosi,+ nisazi ukuba ukusebenza kwenu akulolize+ eNkosini.