IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kronike 15:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kungelo xesha awathi uDavide: “Akakho omele athwale ityeya yoTHIXO oyinyaniso ngaphandle kwabaLevi, kuba ngabo uYehova abanyulele ukuthwala ityeya kaYehova+ nokulungiselela+ kuye ukusa kwixesha elingenammiselo.”

  • 1 Kronike 23:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Oonyana baka-Amram yayinguAron+ noMoses.+ Kodwa uAron wahlulelwa+ ukuba angcwalise eYona Ngcwele,+ yena noonyana bakhe ukusa kwixesha elingenammiselo, ukuqhumisa umbingelelo+ phambi koYehova, ukuba balungiselele kuye,+ bavakalise intsikelelo+ egameni lakhe ukusa kwixesha elingenammiselo.

  • 2 Kronike 13:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ke thina, uYehova nguThixo wethu,+ asimshiyanga; kodwa ababingeleli balungiselela kuYehova, oonyana baka-Aron, kwanabaLevi emsebenzini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share