IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 7:47
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 47 USolomon wayeka yonke impahla+ ingalinganiswanga ngenxa yobuninzi obungaqhelekanga.+ Ubunzima bobhedu babungaqinisekiswanga.+

  • 1 Kronike 22:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 UDavide walungiselela intsimbi eninzi ukuze isetyenziselwe izikhonkwane zeminyango yamasango nezibambi, kwanobhedu oluninzi ngokokude lungabi nakulinganiswa,+

  • 1 Kronike 22:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Uyabona, ebudeni beenkxwaleko+ zam indlu kaYehova ndiyilungiselele ikhulu lamawaka eetalente zegolide+ nesigidi seetalente zesilivere, yaye ubhedu+ nentsimbi+ akukho ndlela yakuzilinganisa ngenxa yokuba ziye zaba ninzi kakhulu; namaplanga namatye ndiwalungiselele, kodwa uya kongeza kuzo.

  • Yeremiya 52:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Neentsika ezimbini,+ ulwandle olunye,+ neenkunzi zeenkomo zobhedu ezilishumi elinesibini+ ezaziphantsi kolwandle, iinqwelwana, uKumkani uSolomon awayezenzele indlu kaYehova.+ Abuzange bube nakulinganiswa ubunzima bobhedu olo lwazo—yonke le mpahla.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share