Numeri 9:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Nakuba nawuphi na umntu kuni okanye kwizizukulwana zenu esenokungahlambuluki ngenxa yomphefumlo+ okanye athabathe uhambo olude, naye umele awulungiselele umbingelelo wepasika kuYehova. Numeri 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Bowulungiselela ngenyanga yesibini,+ ngomhla weshumi elinesine phakathi kweengokuhlwa ezimbini. Bafanele bawudle kunye namaqebengwana angenagwele nemifuno ekrakra.+
10 “Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Nakuba nawuphi na umntu kuni okanye kwizizukulwana zenu esenokungahlambuluki ngenxa yomphefumlo+ okanye athabathe uhambo olude, naye umele awulungiselele umbingelelo wepasika kuYehova.
11 Bowulungiselela ngenyanga yesibini,+ ngomhla weshumi elinesine phakathi kweengokuhlwa ezimbini. Bafanele bawudle kunye namaqebengwana angenagwele nemifuno ekrakra.+