2 Kronike 30:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Wathumela uHezekiya kuye wonke uSirayeli+ noYuda, wababhalela uEfrayim+ noManase iincwadi,+ ukuba beze endlwini kaYehova+ eYerusalem ukuze benze ipasika+ kuYehova uTHIXO kaSirayeli. 2 Kronike 34:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwakhona, kwizixeko zakwaManase+ nezakwaEfrayim+ nezakwaSimeyon ukuya kufikelela kwaNafetali, neendawo zazo eziphanzileyo macala onke,
30 Wathumela uHezekiya kuye wonke uSirayeli+ noYuda, wababhalela uEfrayim+ noManase iincwadi,+ ukuba beze endlwini kaYehova+ eYerusalem ukuze benze ipasika+ kuYehova uTHIXO kaSirayeli.
6 Kwakhona, kwizixeko zakwaManase+ nezakwaEfrayim+ nezakwaSimeyon ukuya kufikelela kwaNafetali, neendawo zazo eziphanzileyo macala onke,