1 Kumkani 6:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 yaye ngonyaka weshumi elinanye, ngenyanga enguBhuli, oko kukuthi, inyanga yesibhozo, indlu yayigqityiwe+ ngokweenkcukacha zayo zonke nokuyilwa kwayo konke;+ kangangokuba wayakha iminyaka esixhenxe. 1 Kumkani 7:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Ekugqibeleni wonke umsebenzi uKumkani uSolomon awayemele awenze ngokubhekisele kwindlu kaYehova wagqitywa;+ kwaye uSolomon waqalisa ukuzisa izinto ezenziwa ngcwele nguDavide uyise;+ isilivere negolide neempahla wazibeka kubuncwane bendlu kaYehova.+
38 yaye ngonyaka weshumi elinanye, ngenyanga enguBhuli, oko kukuthi, inyanga yesibhozo, indlu yayigqityiwe+ ngokweenkcukacha zayo zonke nokuyilwa kwayo konke;+ kangangokuba wayakha iminyaka esixhenxe.
51 Ekugqibeleni wonke umsebenzi uKumkani uSolomon awayemele awenze ngokubhekisele kwindlu kaYehova wagqitywa;+ kwaye uSolomon waqalisa ukuzisa izinto ezenziwa ngcwele nguDavide uyise;+ isilivere negolide neempahla wazibeka kubuncwane bendlu kaYehova.+