2 Kronike 23:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wahlabela mgama wabamisa bonke abantu,+ ngamnye enomjukujelwa esandleni sakhe, ukususela kwicala lasekunene lendlu ukuya kufikelela kwicala lasekhohlo lendlu, ngasesibingelelweni nangasendlwini, macala onke kufuphi nokumkani.
10 Wahlabela mgama wabamisa bonke abantu,+ ngamnye enomjukujelwa esandleni sakhe, ukususela kwicala lasekunene lendlu ukuya kufikelela kwicala lasekhohlo lendlu, ngasesibingelelweni nangasendlwini, macala onke kufuphi nokumkani.