Duteronomi 33:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Mabamyalele uYakobi ngemimiselo yakho+NoSirayeli ngomthetho wakho.+Mababeke isiqhumiso emathatheni akho+Nomnikelo opheleleyo esibingelelweni sakho.+ 2 Kronike 17:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye bafundisa+ kwaYuda, benencwadi yomthetho kaYehova;+ bazijikeleza zonke izixeko zakwaYuda befundisa phakathi kwabantu. 2 Kronike 30:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngaphezu koko, uHezekiya wathetha kubo+ bonke abaLevi ababenengqiqo yokuqonda okulungileyo kuYehova.+ Badla itheko elimiselweyo iintsuku ezisixhenxe,+ bebingelela imibingelelo yobudlelane+ besenza novumo+ kuYehova uTHIXO wookhokho babo. Nehemiya 8:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kwaye baqhubeka befunda+ ngokuvakalayo encwadini, emthethweni woTHIXO oyinyaniso, ucaciswa ngokucokisekileyo, kuchazwa intsingiselo yawo; yaye babekuqonda oko kwakufundwa.+
10 Mabamyalele uYakobi ngemimiselo yakho+NoSirayeli ngomthetho wakho.+Mababeke isiqhumiso emathatheni akho+Nomnikelo opheleleyo esibingelelweni sakho.+
9 Yaye bafundisa+ kwaYuda, benencwadi yomthetho kaYehova;+ bazijikeleza zonke izixeko zakwaYuda befundisa phakathi kwabantu.
22 Ngaphezu koko, uHezekiya wathetha kubo+ bonke abaLevi ababenengqiqo yokuqonda okulungileyo kuYehova.+ Badla itheko elimiselweyo iintsuku ezisixhenxe,+ bebingelela imibingelelo yobudlelane+ besenza novumo+ kuYehova uTHIXO wookhokho babo.
8 Kwaye baqhubeka befunda+ ngokuvakalayo encwadini, emthethweni woTHIXO oyinyaniso, ucaciswa ngokucokisekileyo, kuchazwa intsingiselo yawo; yaye babekuqonda oko kwakufundwa.+