2 Kumkani 23:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngemihla yakhe uFaro Neko+ ukumkani waseYiputa weza kukumkani waseAsiriya ngakuMlambo umEfrate,+ yaye uKumkani uYosiya waya kumhlangabeza;+ kodwa kamsinya akumbona wambulalela+ eMegido.+ Yeremiya 46:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 NgeYiputa,+ ngokuphathelele umkhosi wamajoni kaFaro Neko ukumkani waseYiputa,+ owayengakuMlambo umEfrate eKarkemishe,+ lowo uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni wamoyisa ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda:
29 Ngemihla yakhe uFaro Neko+ ukumkani waseYiputa weza kukumkani waseAsiriya ngakuMlambo umEfrate,+ yaye uKumkani uYosiya waya kumhlangabeza;+ kodwa kamsinya akumbona wambulalela+ eMegido.+
2 NgeYiputa,+ ngokuphathelele umkhosi wamajoni kaFaro Neko ukumkani waseYiputa,+ owayengakuMlambo umEfrate eKarkemishe,+ lowo uNebhukaderetsare ukumkani waseBhabhiloni wamoyisa ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda: