Numeri 6:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Yaye bamele balibeke igama lam+ phezu koonyana bakaSirayeli, ukuze ndibasikelele.”+ Isaya 43:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova, “ningumkhonzi wam endimnyulileyo,+ ukuze nazi,+ nikholwe kum,+ niqonde ukuba ikwaNdim.+ Phambi kwam akuzange kuyilwe Thixo,+ nasemva kwam akubangakho namnye.+ Isaya 63:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kangangexesha elide siye sanjengabo ungazange ubalawule, njengabo igama lakho lingazange libizwe phezu kwabo.+
10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova, “ningumkhonzi wam endimnyulileyo,+ ukuze nazi,+ nikholwe kum,+ niqonde ukuba ikwaNdim.+ Phambi kwam akuzange kuyilwe Thixo,+ nasemva kwam akubangakho namnye.+
19 Kangangexesha elide siye sanjengabo ungazange ubalawule, njengabo igama lakho lingazange libizwe phezu kwabo.+