Mateyu 12:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Ukumkanikazi wasemzantsi+ uya kuvuswa ngomgwebo nesi sizukulwana yaye uya kusigwebela isohlwayo; ngenxa yokuba weza evela eziphelweni zomhlaba esiza kuva ubulumko bukaSolomon, kodwa, khangelani! okuthile okungaphezu koSolomon kulapha.+ Mateyu 22:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Kwaye akukho bani wakwaziyo ukumphendula nezwi eli, kungekho nabani na owaba nobuganga bokuba sambuza ngokubhekele phaya ukususela ngaloo mini kuse phambili.+
42 Ukumkanikazi wasemzantsi+ uya kuvuswa ngomgwebo nesi sizukulwana yaye uya kusigwebela isohlwayo; ngenxa yokuba weza evela eziphelweni zomhlaba esiza kuva ubulumko bukaSolomon, kodwa, khangelani! okuthile okungaphezu koSolomon kulapha.+
46 Kwaye akukho bani wakwaziyo ukumphendula nezwi eli, kungekho nabani na owaba nobuganga bokuba sambuza ngokubhekele phaya ukususela ngaloo mini kuse phambili.+