2 Samuweli 15:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa ukumkani wathi kuTsadoki: “Yibuyisele esixekweni ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso.+ Ukuba ndithe ndakholeka emehlweni kaYehova, ngokuqinisekileyo uya kundibuyisa aze andibonise yona nendawo yayo yokuhlala.+ INdumiso 18:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye wandikhuphela endaweni ebanzi;+Wandihlangula, ngenxa yokuba wayeyoliswa ndim.+
25 Kodwa ukumkani wathi kuTsadoki: “Yibuyisele esixekweni ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso.+ Ukuba ndithe ndakholeka emehlweni kaYehova, ngokuqinisekileyo uya kundibuyisa aze andibonise yona nendawo yayo yokuhlala.+