2 Kronike 20:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Wamenza iqabane ngokwenza iinqanawa eziya eTarshishe+ baza benza neenqanawa e-Etsiyon-gebhere.+ INdumiso 72:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ookumkani baseTarshishe nabeziqithi+—Baya kuhlawula unikelo.+Ookumkani bakwaShebha nabakwaSebha—Baya kunikela isipho.+ Isaya 23:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Nasi isibhengezo seTire:+ Bhombolozani, nina zinqanawa zaseTarshishe!+ kuba iphangiwe ekubeni lizibuko, ekubeni yindawo ekungenwa kuyo.+ Bakutyhilelwe kuvela kwilizwe laseKitim.+ Yona 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye uYona wasukuma waza wabaleka phambi koYehova+ waya eTarshishe;+ ekugqibeleni wehla waya eYopa+ kwaye wafumana inqanawa eya eTarshishe. Ngoko wahlawula intlawulo yayo waza wehla waya kuyo, ukuze aye nabo eTarshishe emke phambi koYehova.
10 Ookumkani baseTarshishe nabeziqithi+—Baya kuhlawula unikelo.+Ookumkani bakwaShebha nabakwaSebha—Baya kunikela isipho.+
23 Nasi isibhengezo seTire:+ Bhombolozani, nina zinqanawa zaseTarshishe!+ kuba iphangiwe ekubeni lizibuko, ekubeni yindawo ekungenwa kuyo.+ Bakutyhilelwe kuvela kwilizwe laseKitim.+
3 Yaye uYona wasukuma waza wabaleka phambi koYehova+ waya eTarshishe;+ ekugqibeleni wehla waya eYopa+ kwaye wafumana inqanawa eya eTarshishe. Ngoko wahlawula intlawulo yayo waza wehla waya kuyo, ukuze aye nabo eTarshishe emke phambi koYehova.