Duteronomi 17:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuphela nje makangazandiseli mahashe,+ angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe;+ ngokuba uYehova uthe kuni, ‘Ningaze nibuye ngale ndlela kwakhona.’ 2 Kronike 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye amahashe abenawo uSolomon evela eYiputa+ ayethunyelwa ngaphandle, kwaye iqela labarhwebi bakakumkani lalithabatha umhlambi wamahashe ngexabiso.+
16 Kuphela nje makangazandiseli mahashe,+ angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe;+ ngokuba uYehova uthe kuni, ‘Ningaze nibuye ngale ndlela kwakhona.’
16 Yaye amahashe abenawo uSolomon evela eYiputa+ ayethunyelwa ngaphandle, kwaye iqela labarhwebi bakakumkani lalithabatha umhlambi wamahashe ngexabiso.+