Yoshuwa 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye uYehova wavusa isiphithiphithi kubo phambi koSirayeli,+ bababulala ngogonyamelo olukhulu eGibheyon+ baza babasukela ngendlela enyukayo eya eBhete-heron bababulala ukufikelela eAzeka+ naseMakeda.+ Nehemiya 11:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 eZanowa,+ eAdulam+ nemizi yazo, iLakishe+ nemihlaba yayo, iAzeka+ needolophu eziphantsi kwayo. Kwaye bemisa iinkampu ukususela eBher-shebha ukuya kufikelela kwintlambo yaseHinom.+ Yeremiya 34:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 xa imikhosi yamajoni yokumkani waseBhabhiloni yayisilwa neYerusalem nazo zonke izixeko zakwaYuda ezazisele,+ neLakishe+ neAzeka;+ kuba kwakusele zona, ezi zixeko zinqatyisiweyo,+ phakathi kwezixeko zakwaYuda.+
10 Yaye uYehova wavusa isiphithiphithi kubo phambi koSirayeli,+ bababulala ngogonyamelo olukhulu eGibheyon+ baza babasukela ngendlela enyukayo eya eBhete-heron bababulala ukufikelela eAzeka+ naseMakeda.+
30 eZanowa,+ eAdulam+ nemizi yazo, iLakishe+ nemihlaba yayo, iAzeka+ needolophu eziphantsi kwayo. Kwaye bemisa iinkampu ukususela eBher-shebha ukuya kufikelela kwintlambo yaseHinom.+
7 xa imikhosi yamajoni yokumkani waseBhabhiloni yayisilwa neYerusalem nazo zonke izixeko zakwaYuda ezazisele,+ neLakishe+ neAzeka;+ kuba kwakusele zona, ezi zixeko zinqatyisiweyo,+ phakathi kwezixeko zakwaYuda.+