2 Kronike 11:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba abaLevi bashiya amadlelo+ abo nelifa+ labo baza beza kwaYuda naseYerusalem,+ ngenxa yokuba uYerobhoham+ noonyana bakhe babayekisa+ ekusebenzeni njengababingeleli kuYehova.
14 Kuba abaLevi bashiya amadlelo+ abo nelifa+ labo baza beza kwaYuda naseYerusalem,+ ngenxa yokuba uYerobhoham+ noonyana bakhe babayekisa+ ekusebenzeni njengababingeleli kuYehova.