IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 8:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 UDavide waqhubeka elawula wonke uSirayeli;+ yaye uDavide wayeqhubeka ebenzela izigwebo nobulungisa+ bonke abantu bakhe.+

  • 1 Kumkani 11:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yaye uSolomon waqalisa ukwenza okubi+ emehlweni kaYehova, akamlandela ngokupheleleyo uYehova njengoDavide uyise.+

  • 1 Kumkani 15:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Waqhubeka ehamba kuzo zonke izono zikayise awazenzayo ngaphambi kwakhe; yaye intliziyo yakhe yayingaphelelanga+ kuYehova uThixo wakhe, njengentliziyo kaDavide ukhokho wakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share