Ezra 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 koonyana bakaPahati-mowabhi,+ nguEliyeho-henayi unyana kaZerahiya, ekunye namadoda angamakhulu amabini; Ezra 10:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 koonyana bakaPahati-mowabhi,+ nguAdena noKelali, uBhenaya, uMahaseya, uMataniya, uBhetsaleli noBhinuwi noManase; Nehemiya 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Elinye icandelo elilinganisiweyo lalilungiswa nguMalekiya unyana kaHarim+ noHashubhi unyana kaPahati-mowabhi,+ kwaneNqaba yeZiko Lokosa.+ Nehemiya 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 oonyana bakaPahati-mowabhi,+ woonyana bakaYeshuwa noYowabhi,+ babengamawaka amabini anamakhulu asibhozo aneshumi elinesibhozo; Nehemiya 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Iintloko zabantu: NguParoshe, uPahati-mowabhi,+ uElam, uZatu, uBhani,
4 koonyana bakaPahati-mowabhi,+ nguEliyeho-henayi unyana kaZerahiya, ekunye namadoda angamakhulu amabini;
30 koonyana bakaPahati-mowabhi,+ nguAdena noKelali, uBhenaya, uMahaseya, uMataniya, uBhetsaleli noBhinuwi noManase;
11 Elinye icandelo elilinganisiweyo lalilungiswa nguMalekiya unyana kaHarim+ noHashubhi unyana kaPahati-mowabhi,+ kwaneNqaba yeZiko Lokosa.+
11 oonyana bakaPahati-mowabhi,+ woonyana bakaYeshuwa noYowabhi,+ babengamawaka amabini anamakhulu asibhozo aneshumi elinesibhozo;