Eksodus 33:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuya kwaziwa njani na, kaloku, ukuba ndikholekile emehlweni akho, mna nabantu bakho? Akungokuthi na uhambe nathi,+ ndahluke mna nabantu bakho ebantwini bonke abaphezu komhlaba?”+ Ezra 6:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Baza oonyana bakaSirayeli ababebuyile ekuThinjweni badla,+ naye wonk’ ubani owayezahlule kubo ngokungahlambuluki+ kweentlanga zelizwe, ukuba afune uYehova uTHIXO kaSirayeli.+ Nehemiya 9:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye imbewu kaSirayeli yazahlula+ kubo bonke abasemzini,+ yaza yema yenza uvumo+ lwezono+ zayo neziphoso zooyise.+
16 Kuya kwaziwa njani na, kaloku, ukuba ndikholekile emehlweni akho, mna nabantu bakho? Akungokuthi na uhambe nathi,+ ndahluke mna nabantu bakho ebantwini bonke abaphezu komhlaba?”+
21 Baza oonyana bakaSirayeli ababebuyile ekuThinjweni badla,+ naye wonk’ ubani owayezahlule kubo ngokungahlambuluki+ kweentlanga zelizwe, ukuba afune uYehova uTHIXO kaSirayeli.+
2 Kwaye imbewu kaSirayeli yazahlula+ kubo bonke abasemzini,+ yaza yema yenza uvumo+ lwezono+ zayo neziphoso zooyise.+