Genesis 19:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Yona encinane, nayo yazala unyana yaza yamthiya igama elinguBhen-ami. Yena nguyise woonyana baka-Amoni,+ unanamhla. Duteronomi 23:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Makangangeni ebandleni likaYehova umAmoni okanye umMowabhi.+ Nesizukulwana sabo seshumi masingangeni ebandleni likaYehova kuse kwixesha elingenammiselo,
38 Yona encinane, nayo yazala unyana yaza yamthiya igama elinguBhen-ami. Yena nguyise woonyana baka-Amoni,+ unanamhla.
3 “Makangangeni ebandleni likaYehova umAmoni okanye umMowabhi.+ Nesizukulwana sabo seshumi masingangeni ebandleni likaYehova kuse kwixesha elingenammiselo,