IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 23:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Uze ungenzi mnqophiso kunye nabo okanye noothixo babo.+

  • Eksodus 34:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Wandule uthabathele oonyana bakho+ ezintombini zabo, zize ngokuqinisekileyo iintombi zabo zibe neentlobano zokuziphatha okubi kunye noothixo bazo zize zibenze nabo oonyana bakho babe neentlobano zokuziphatha okubi kunye noothixo bazo.+

  • Duteronomi 7:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Uze ungendiselani nazo. Intombi yakho uze ungayiniki unyana wakhe, nentombi yakhe uze ungayithabatheli unyana wakho.+

  • Yoshuwa 23:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Kodwa ukuba niye najika,+ nanamathela kwezi ntlanga ziseleyo,+ ezi zisele nani, nendiselana+ kunye nazo, nangena phakathi kwazo, nazo phakathi kwenu,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share