2 Kronike 33:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Emva koko wakha udonga lwangaphandle+ lwesiXeko sikaDavide+ ukusa entshona yeGihon+ kwintlambo efikelela kwiSango Leentlanzi,+ yaye wazunguleza iOfeli+ waza wayenza yaphakama kakhulu. Ngapha koko, wabeka iintloko zomkhosi wamajoni kuzo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaYuda.+ Zefaniya 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye ngaloo mini,” utsho uYehova, “kumele kubekho isandi sesikhalo esivela kwiSango Leentlanzi,+ nokubhomboloza kuvela kwisahlulo sesibini,+ nokuwa okukhulu kuvela ezindulini.+
14 Emva koko wakha udonga lwangaphandle+ lwesiXeko sikaDavide+ ukusa entshona yeGihon+ kwintlambo efikelela kwiSango Leentlanzi,+ yaye wazunguleza iOfeli+ waza wayenza yaphakama kakhulu. Ngapha koko, wabeka iintloko zomkhosi wamajoni kuzo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaYuda.+
10 Yaye ngaloo mini,” utsho uYehova, “kumele kubekho isandi sesikhalo esivela kwiSango Leentlanzi,+ nokubhomboloza kuvela kwisahlulo sesibini,+ nokuwa okukhulu kuvela ezindulini.+