Nehemiya 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndadlulela kwiSango Lomthombo+ nakwiChibi likaKumkani, yaye kwakungekho ndawo yokuba isilwanyana sasekhaya endandikhwele kuso sidlule.
14 Ndadlulela kwiSango Lomthombo+ nakwiChibi likaKumkani, yaye kwakungekho ndawo yokuba isilwanyana sasekhaya endandikhwele kuso sidlule.