2 Kumkani 24:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wayithabathela ekuthinjweni+ yonke iYerusalem nazo zonke iinkosana+ nawo onke amadoda angamakroti,+ anamandla—wathabathela ekuthinjweni ishumi lamawaka—nazo zonke iingcibi+ nabakhi bodonga lokukhusela. Akukho namnye owasala ngasemva ngaphandle kodidi olusweleyo+ lwabantu belo lizwe. 2 Kronike 36:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngaphezu koko, wathabatha abaseleyo ekreleni wabathimbela eBhabhiloni,+ yaye baba ngabakhonzi bakhe+ naboonyana bakhe de ubukhosi bamaPersi+ baqalisa ukulawula; Yeremiya 39:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yaye abanye abantu ababeshiywe esixekweni, nabo baqhweshileyo ababephambukele kuye, nabanye abantu ababeshiyiwe, uNebhuzaradan+ intloko yamafanankosi+ wabathabathela ekuthinjweni eBhabhiloni.+ Yeremiya 52:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Nabathile kwabo basweleyo ebantwini nabo bonke abanye abantu ababesele esixekweni+ nabo babeqhweshile ababephambukele kukumkani waseBhabhiloni nabanye abasebenzi abanobuchule uNebhuzaradan intloko yamafanankosi wabasa ekuthinjweni.+ Yeremiya 52:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngabo aba abantu awabathabathayo uNebhukaderetsare wabasa ekuthinjweni: ngonyaka wesixhenxe, amaYuda angamawaka amathathu anamashumi mabini anesithathu.+
14 Wayithabathela ekuthinjweni+ yonke iYerusalem nazo zonke iinkosana+ nawo onke amadoda angamakroti,+ anamandla—wathabathela ekuthinjweni ishumi lamawaka—nazo zonke iingcibi+ nabakhi bodonga lokukhusela. Akukho namnye owasala ngasemva ngaphandle kodidi olusweleyo+ lwabantu belo lizwe.
20 Ngaphezu koko, wathabatha abaseleyo ekreleni wabathimbela eBhabhiloni,+ yaye baba ngabakhonzi bakhe+ naboonyana bakhe de ubukhosi bamaPersi+ baqalisa ukulawula;
9 Yaye abanye abantu ababeshiywe esixekweni, nabo baqhweshileyo ababephambukele kuye, nabanye abantu ababeshiyiwe, uNebhuzaradan+ intloko yamafanankosi+ wabathabathela ekuthinjweni eBhabhiloni.+
15 Nabathile kwabo basweleyo ebantwini nabo bonke abanye abantu ababesele esixekweni+ nabo babeqhweshile ababephambukele kukumkani waseBhabhiloni nabanye abasebenzi abanobuchule uNebhuzaradan intloko yamafanankosi wabasa ekuthinjweni.+
28 Ngabo aba abantu awabathabathayo uNebhukaderetsare wabasa ekuthinjweni: ngonyaka wesixhenxe, amaYuda angamawaka amathathu anamashumi mabini anesithathu.+