1 Kumkani 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 oonyana babo ababesele emva elizweni, abo bangazange bakwazi ukubatshabalalisa oonyana bakaSirayeli,+ uSolomon waqhubeka ebabizela ukuba basetyenziswe ngokuqhutywa ngebhaxa kumsebenzi wobukhoboka de kube namhla.+ Nehemiya 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yaye ezi ziintloko zamaphondo+ ezazihlala eYerusalem;+ kodwa kwizixeko zakwaYuda kwakuhlala, ngamnye kwilifa lakhe, kwizixeko zabo,+ uSirayeli,+ ababingeleli+ nabaLevi,+ namaNethini+ noonyana babakhonzi bakaSolomon.+
21 oonyana babo ababesele emva elizweni, abo bangazange bakwazi ukubatshabalalisa oonyana bakaSirayeli,+ uSolomon waqhubeka ebabizela ukuba basetyenziswe ngokuqhutywa ngebhaxa kumsebenzi wobukhoboka de kube namhla.+
3 Yaye ezi ziintloko zamaphondo+ ezazihlala eYerusalem;+ kodwa kwizixeko zakwaYuda kwakuhlala, ngamnye kwilifa lakhe, kwizixeko zabo,+ uSirayeli,+ ababingeleli+ nabaLevi,+ namaNethini+ noonyana babakhonzi bakaSolomon.+