Eksodus 23:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa ngowesixhenxe unyaka wowushiya ungalinywanga uze uwuyeke ube lifusi,+ ukuze adle kuwo amahlwempu abantu bakowenu; yaye okuseleyo kubo kuya kudliwa ngamarhamncwa asendle.+ Uze wenjenjalo ke kwisidiliya sakho nakwigcume lomnquma wakho. Levitikus 25:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa ngonyaka wesixhenxe kobakho isabatha yophumlo olupheleleyo elizweni,+ isabatha kuYehova. Uze ungayihlwayeli ngembewu intsimi yakho, ungasitheni nesidiliya sakho.
11 Kodwa ngowesixhenxe unyaka wowushiya ungalinywanga uze uwuyeke ube lifusi,+ ukuze adle kuwo amahlwempu abantu bakowenu; yaye okuseleyo kubo kuya kudliwa ngamarhamncwa asendle.+ Uze wenjenjalo ke kwisidiliya sakho nakwigcume lomnquma wakho.
4 Kodwa ngonyaka wesixhenxe kobakho isabatha yophumlo olupheleleyo elizweni,+ isabatha kuYehova. Uze ungayihlwayeli ngembewu intsimi yakho, ungasitheni nesidiliya sakho.