INtshumayeli 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 kukho ixesha lokukrazula+ nexesha lokuthunga;+ kukho ixesha lokuthi cwaka+ nexesha lokuthetha;+ Amosi 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko ke yena kanye onengqiqo uya kuthi cwaka ngelo xesha, kuba iya kuba lixesha lentlekele.+ Mateyu 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Khangelani! Ndinithuma njengezimvu phakathi kweengcuka;+ ngoko ke zingqineni nilumkile njengeenyoka+ ukanti nimsulwa njengamahobe.+
16 “Khangelani! Ndinithuma njengezimvu phakathi kweengcuka;+ ngoko ke zingqineni nilumkile njengeenyoka+ ukanti nimsulwa njengamahobe.+