-
Estere 3:13INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
13 Kwathunyelwa iincwadi ngabathwali besigidimi+ kuwo onke amaphondo kakumkani, ukuba kubhujiswe, kubulawe kuze kutshatyalaliswe onke amaYuda, umfana kunye nendoda endala, abantwana nabafazi, ngosuku olunye,+ ngomhla weshumi elinesithathu kwinyanga yeshumi elinesibini, oko kukuthi, ngenyanga enguAdare,+ nokuze kuphangwe amaxhoba abo.+
-
-
Estere 9:1INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
9 Ngenyanga yeshumi elinesibini, oko kukuthi, inyanga enguAdare,+ ngosuku lweshumi elinesithathu kuyo, xa ilizwi likakumkani nomthetho wakhe wawulungelwe ukuba wenziwe,+ ngosuku iintshaba zamaYuda zazilindele ukuba ziwalawule, ngokwahlukileyo koko kwabakho ukuguquka, ngenxa yokuba amaYuda alawula abo babewathiyile.+
-