IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Musa ukuba sisilumko kwawakho amehlo.+ Yoyika uYehova, usuke ebubini.+

  • Mateyu 11:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ngelo xesha uYesu wathi: “Ndiyakudumisa esidlangalaleni, Bawo, Nkosi yezulu nomhlaba, ngenxa yokuba uzifihlile ezi zinto kwizilumko nakwiingqondi, wazityhilela iintsana.+

  • Roma 11:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kulungile ke! Ngenxa yokuswela kwawo ukholo+ aphulwa, kodwa wena umi ngokholo.+ Yeka ukuba neengcinga eziphakamileyo,+ kodwa yiba noloyiko.+

  • Roma 12:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Nyamekelanani;+ musani ukunyamekela izinto eziphakamileyo,+ kodwa sukelani izinto eziphantsi.+ Musani ukuba ziingqondi emehlweni enu.+

  • 1 Korinte 1:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kuba niyakubona ukunibiza kwakhe, bazalwana, ukuba ababaninzi ababizwa+ bezizilumko+ ngokwenyama, ababaninzi abanamandla,+ ababaninzi abazizidwangube;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share