IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 15:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Emva kwezi zinto kwafika ilizwi likaYehova kuAbram embonweni,+ lisithi: “Musa ukoyika,+ Abram. Ndilikhaka lakho.+ Umvuzo wakho uya kuba mkhulu kakhulu.”+

  • Genesis 31:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ke uyihlo undikhohlisile waza nomvuzo wam wawutshintsha kalishumi, kodwa uThixo akamvumelanga ukuba andenzakalise.+

  • Duteronomi 33:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Uyindawo yokuzimela uThixo wamandulo,+

      Ngaphantsi ziingalo zexesha elingenammiselo.+

      Uya kulugxotha utshaba phambi kwakho,+

      Aze athi, ‘Babhubhise!’+

  • INdumiso 34:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Ingelosi kaYehova imisa inkampu macala onke kwabo bamoyikayo,+

      Ize ibahlangule.+

  • INdumiso 105:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Akazange avumele nawuphi na umntu ukuba abaqhathe,+

      Kodwa ngenxa yabo wohlwaya ookumkani,+

  • 1 Petros 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 nina enilondolozwa ngamandla kaThixo ngokholo+ ngenxa yosindiso+ olulungele ukutyhilwa+ ngexesha lokugqibela.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share