IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 26:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Emva koko uIsake waqalisa ukuhlwayela imbewu kwelo lizwe,+ yaye wazuza ngaloo nyaka imilinganiselo ephindwe kalikhulu,+ njengoko uYehova wayemsikelela.+

  • Duteronomi 28:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yaye ziya kukufikela ezi ntsikelelo zonke, zikufumane,+ xa uthe waliphulaphula ilizwi likaYehova uThixo wakho:

  • INdumiso 5:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kuba uya kumsikelela nabani na olilungisa,+ Yehova;

      Ngokungathi kungekhaka elikhulu,+ uya kubangqonga ngenkoliseko.+

  • INdumiso 84:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba uYehova uThixo ulilanga+ nekhaka;+

      Unikela ubabalo nozuko.+

      UYehova akayi kubandeza nantoni na elungileyo kwabo bahamba ngokungenamposiso.+

  • INdumiso 128:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Kuba uya kudla ukubulaleka kwezandla zakho.+

      Uya kuba noyolo yaye kuya kuba kuhle kuwe.+

  • IMizekeliso 10:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Intsikelelo kaYehova—yiyo etyebisayo,+ yaye akongezi ntlungu kuyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share