IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 31:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ukanti yena sisilumko,+ kwaye uya kubazisela intlekele,+ yena olizwi lakhe lingenakuze lisilele;+ uya kusuka ayivukele indlu yabenzi-bubi+ ndawonye nabo babancedisayo.+

  • Yeremiya 51:64
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 64 Wandule ke uthi, ‘Le yindlela eya kutshona ngayo iBhabhiloni, ingaze ivuke ngenxa yentlekele endiyizisela yona;+ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuzidinisa.’”+

      Aphela apho ke amazwi kaYeremiya.

  • Malaki 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Ngenxa yokuba uEdom uqhubeka esithi, ‘Siqotyiwe, kodwa siya kubuya size sizakhe iindawo eziphanzileyo,’ utsho uYehova wemikhosi, ‘Bona baya kwakha; kodwa mna ndiya kudiliza.+ Yaye ngokuqinisekileyo abantu baya kubabiza ngokuba “ngummandla wobungendawo” nangokuba “ngabantu uYehova abaqalekisileyo+ ukusa kwixesha elingenammiselo.”

  • Yuda 7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kananjalo iSodom neGomora nezixeko ezazingakuzo,+ emva kokuba nazo ngohlobo olufanayo nabangaphambili zahenyuza ngokugqithiseleyo zaza zalandela inyama ngokuchasene nemvelo,+ zibekwe phambi kwethu njengomzekelo+ osisilumkiso ngokuva isohlwayo sesigwebo somlilo ongunaphakade.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share