Yobhi 32:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waza uElihu unyana kaBharakeli umBhuze waphendula wathi: “Ndiselula ngemihlaYaye nina naluphele.+Kungenxa yoko ndiye ndahlehla ndoyikaUkuvakalisa ulwazi lwam kuni.
6 Waza uElihu unyana kaBharakeli umBhuze waphendula wathi: “Ndiselula ngemihlaYaye nina naluphele.+Kungenxa yoko ndiye ndahlehla ndoyikaUkuvakalisa ulwazi lwam kuni.