Mateyu 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Zonke izinto, ngoko, enifuna abantu bazenze kuni,+ yenzani ngokunjalo nani kubo; oku, enyanisweni, koko kuthethwa nguMthetho nabaProfeti.+ Roma 12:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Yibani nemihlali kunye nabantu abanemihlali;+ lilani kunye nabantu abalilayo. 1 Petros 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Okokugqibela, cingani nto-nye nonke,+ nivelane, ninomsa wobuzalwana, nemfesane,+ nithobekile engqondweni,+
12 “Zonke izinto, ngoko, enifuna abantu bazenze kuni,+ yenzani ngokunjalo nani kubo; oku, enyanisweni, koko kuthethwa nguMthetho nabaProfeti.+
8 Okokugqibela, cingani nto-nye nonke,+ nivelane, ninomsa wobuzalwana, nemfesane,+ nithobekile engqondweni,+