INdumiso 30:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Owu Yehova, uwukhuphile eShiyol umphefumlo wam;+Undigcine ndiphila, ukuze ndingehli ndiye emhadini.+ INdumiso 49:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukuba ufanele aphile ngonaphakade angawuboni umhadi.+ INdumiso 143:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Khawuleza, undiphendule, Yehova.+Umoya wam uphelile.+Musa ukubufihla ubuso bakho kum,+Okanye kungenjalo ndimele ndifane nabo behla baye emhadini.+ IMizekeliso 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Masibaginye bephila+ kanye njengeShiyol,+ bephela, njengabo behla baye emhadini.+ Isaya 14:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Noko ke, uya kuhliselwa eShiyol,+ kweyona mimandla ithe qelele emhadini.+ Yona 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndehla ndaya emazantsi eentaba.Ke wona umhlaba, imivalo yawo yayiphezu kwam ukusa kwixesha elingenammiselo.Kodwa wabunyusa ubomi bam emhadini, Yehova Thixo wam.+
3 Owu Yehova, uwukhuphile eShiyol umphefumlo wam;+Undigcine ndiphila, ukuze ndingehli ndiye emhadini.+
7 Khawuleza, undiphendule, Yehova.+Umoya wam uphelile.+Musa ukubufihla ubuso bakho kum,+Okanye kungenjalo ndimele ndifane nabo behla baye emhadini.+
6 Ndehla ndaya emazantsi eentaba.Ke wona umhlaba, imivalo yawo yayiphezu kwam ukusa kwixesha elingenammiselo.Kodwa wabunyusa ubomi bam emhadini, Yehova Thixo wam.+