Genesis 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Uya kudla isonka sokubila kobuso bakho ude ubuyele emhlabeni, kuba uthatyathwe kuwo.+ Ngokuba uluthuli, uya kubuyela kwaseluthulini.”+ Yobhi 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Abancinane nabakhulu balapho ngokufanayo,+Yaye ikhoboka likhululwe enkosini yalo. INtshumayeli 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Zonke ziya ndaweni nye.+ Zonke zavela eluthulini,+ yaye zonke zibuyela eluthulini.+
19 Uya kudla isonka sokubila kobuso bakho ude ubuyele emhlabeni, kuba uthatyathwe kuwo.+ Ngokuba uluthuli, uya kubuyela kwaseluthulini.”+