Yohane 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku nasi isizinzi somgwebo, okokuba ukukhanya+ kufikile ehlabathini+ kodwa abantu bathande ubumnyama kunokukhanya,+ kuba imisebenzi yabo ibingendawo. Roma 1:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yaye kanye njengoko babengakholiswa kukumgqala uThixo ngolwazi oluchanileyo,+ uThixo wabanikela kwimo yengqondo engakholekileyo,+ ukuze benze izinto ezingafanelekanga,+
19 Ke kaloku nasi isizinzi somgwebo, okokuba ukukhanya+ kufikile ehlabathini+ kodwa abantu bathande ubumnyama kunokukhanya,+ kuba imisebenzi yabo ibingendawo.
28 Yaye kanye njengoko babengakholiswa kukumgqala uThixo ngolwazi oluchanileyo,+ uThixo wabanikela kwimo yengqondo engakholekileyo,+ ukuze benze izinto ezingafanelekanga,+