Eksodus 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa wathi uFaro: “Ngubani na uYehova,+ ukuba ndingade ndithobele ilizwi lakhe lokuba ndimndulule uSirayeli?+ Andimazi konke konke uYehova+ yaye, ngaphezu koko, andiyi kumndulula uSirayeli.”+ INdumiso 10:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuziqhenya kwakhe lowo ungendawo akaphandi;+Zonke iingcamango zakhe zezokuthi: “Akukho Thixo.”+ Hoseya 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuphathelele idlelo lakhe wanela.+ Wanela yaza yaphakama intliziyo yakhe.+ Kungenxa yoko le nto wandilibalayo.+
2 Kodwa wathi uFaro: “Ngubani na uYehova,+ ukuba ndingade ndithobele ilizwi lakhe lokuba ndimndulule uSirayeli?+ Andimazi konke konke uYehova+ yaye, ngaphezu koko, andiyi kumndulula uSirayeli.”+
6 Ngokuphathelele idlelo lakhe wanela.+ Wanela yaza yaphakama intliziyo yakhe.+ Kungenxa yoko le nto wandilibalayo.+