Genesis 29:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Wathi akubona uYehova ukuba uLeya wayethiyiwe, wasivula isibeleko sakhe,+ kodwa yena uRakeli wayeludlolo.+ 1 Samuweli 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 kodwa uHana wamnika isabelo sasinye. Noko ke wayethanda+ uHana, yaye, ke yena uYehova, wayesivalile isibeleko sakhe.+ Yobhi 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko wandikhuphelani na esibelekweni?+Ukuba ndandibhubhile, ngekungekho neliso engelalindibonile,
31 Wathi akubona uYehova ukuba uLeya wayethiyiwe, wasivula isibeleko sakhe,+ kodwa yena uRakeli wayeludlolo.+
5 kodwa uHana wamnika isabelo sasinye. Noko ke wayethanda+ uHana, yaye, ke yena uYehova, wayesivalile isibeleko sakhe.+
18 Ngoko wandikhuphelani na esibelekweni?+Ukuba ndandibhubhile, ngekungekho neliso engelalindibonile,