Genesis 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Emva kwezi zinto kwafika ilizwi likaYehova kuAbram embonweni,+ lisithi: “Musa ukoyika,+ Abram. Ndilikhaka lakho.+ Umvuzo wakho uya kuba mkhulu kakhulu.”+ Duteronomi 33:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Unoyolo, Sirayeli!+ Ngubani na onjengawe,+Sizwana esisindiswe nguYehova,+Olikhakha loncedo lwakho,+Nekrele lobuhandiba bakho?+Ziya kukhokhoba phambi kwakho iintshaba zakho,+Unyathele ke wena kwiindawo zazo eziphakamileyo.”+ INdumiso 18:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYehova yingxondorha yam negwiba lam noMsindisi wam.+UThixo wam liliwa lam. Ndiya kusabela kuye,+Ulikhaka lam nophondo lwam losindiso, indawo yam ephakamileyo nenqabisekileyo.+ INdumiso 115:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Owu Sirayeli, kholosa ngoYehova;+Uluncedo lwabo nekhaka labo.+
15 Emva kwezi zinto kwafika ilizwi likaYehova kuAbram embonweni,+ lisithi: “Musa ukoyika,+ Abram. Ndilikhaka lakho.+ Umvuzo wakho uya kuba mkhulu kakhulu.”+
29 Unoyolo, Sirayeli!+ Ngubani na onjengawe,+Sizwana esisindiswe nguYehova,+Olikhakha loncedo lwakho,+Nekrele lobuhandiba bakho?+Ziya kukhokhoba phambi kwakho iintshaba zakho,+Unyathele ke wena kwiindawo zazo eziphakamileyo.”+
2 UYehova yingxondorha yam negwiba lam noMsindisi wam.+UThixo wam liliwa lam. Ndiya kusabela kuye,+Ulikhaka lam nophondo lwam losindiso, indawo yam ephakamileyo nenqabisekileyo.+