INdumiso 94:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Uya kukubuyisela kubo ukwenzakalisa kwabo+Yaye uya kubathulisa ngentlekele yabo.+UYehova uThixo wethu uya kubathulisa.+ Isaya 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yeha ke kulowo ungendawo!—Uya kufikelwa yintlekele; kuba indlela aphethe ngayo uya kuphathwa kwangayo!+
23 Uya kukubuyisela kubo ukwenzakalisa kwabo+Yaye uya kubathulisa ngentlekele yabo.+UYehova uThixo wethu uya kubathulisa.+
11 Yeha ke kulowo ungendawo!—Uya kufikelwa yintlekele; kuba indlela aphethe ngayo uya kuphathwa kwangayo!+