1 Samuweli 2:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waza uHana wahlabela mgama ethandaza+ wathi:“Intliziyo yam iyagcoba ngoYehova,+Eneneni uphondo lwam luphakanyisiwe ngoYehova.+Umlomo wam uvuleke kakhulu nxamnye neentshaba zam,Kuba ndinemihlali ngosindiso lwakho.+ Habhakuki 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Mna ke, ndiya kugcoba ngoYehova;+ ndiya kuvuya kuTHIXO wosindiso lwam.+
2 Waza uHana wahlabela mgama ethandaza+ wathi:“Intliziyo yam iyagcoba ngoYehova,+Eneneni uphondo lwam luphakanyisiwe ngoYehova.+Umlomo wam uvuleke kakhulu nxamnye neentshaba zam,Kuba ndinemihlali ngosindiso lwakho.+