1 Samuweli 18:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ngoko uSawule wathi: “Ndiya kumnikezela kuye ukuze abe ngumgibe kuye,+ nokuze isandla samaFilisti sibe phezu kwakhe.” Ngako oko uSawule wathi kuDavide: “Ngomnye waba bafazi babini uya kwendiselana kunye nam namhlanje.” Mateyu 26:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 baza baceba+ ukumbamba uYesu ngobuqhophololo, bambulale.
21 Ngoko uSawule wathi: “Ndiya kumnikezela kuye ukuze abe ngumgibe kuye,+ nokuze isandla samaFilisti sibe phezu kwakhe.” Ngako oko uSawule wathi kuDavide: “Ngomnye waba bafazi babini uya kwendiselana kunye nam namhlanje.”