1 Samuweli 26:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Waza uDavide wahlabela mgama wathi: “Ephila nje uYehova,+ uYehova ngokwakhe uya kumbetha ngesibetho;+ okanye iya kufika imini yakhe+ yaye kuya kufuneka afe, okanye uya kuhla aye edabini,+ ngokuqinisekileyo ke uya kutshayelwa.+ Yeremiya 50:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wabulaleni onke amathole alo eenkomo aziinkunzi.+ Ngamana zingaya ekuxhelweni.+ Yeha ke wona, kuba ifikile imini yawo, ixesha lokunikelwa kwawo ingqalelo!+ Hezekile 21:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Wena ke, sikhulu+ sakwaSirayeli+ esingxwelerhekileyo, esingendawo, esimini yaso ifikileyo ngexesha lesiphoso sokugqibela,+
10 Waza uDavide wahlabela mgama wathi: “Ephila nje uYehova,+ uYehova ngokwakhe uya kumbetha ngesibetho;+ okanye iya kufika imini yakhe+ yaye kuya kufuneka afe, okanye uya kuhla aye edabini,+ ngokuqinisekileyo ke uya kutshayelwa.+
27 Wabulaleni onke amathole alo eenkomo aziinkunzi.+ Ngamana zingaya ekuxhelweni.+ Yeha ke wona, kuba ifikile imini yawo, ixesha lokunikelwa kwawo ingqalelo!+
25 “Wena ke, sikhulu+ sakwaSirayeli+ esingxwelerhekileyo, esingendawo, esimini yaso ifikileyo ngexesha lesiphoso sokugqibela,+